728x90
Ad Space

Ithemba (Live at the South African State Theatre, Pretoria, 2003)

de Ringo Madlingozi
16 visitas
468x60
Ad Space

Ingab'uphi we sthandwa sam?
Kuyabanda apha ekhaya
Zobuya nini oh dali wam?

Mmh ndiyagodola (ndiyagodola)
Eh ingubo ezininzi mama
Oh azindincedi (we sthandwa sam)
Awu mama (wo sthandwa sam)
Noba sendizifudumeza
Oh akusebenzi (wo sthandwa sam)

Ingab'uphi we sthandwa sam?
Kuyabanda apha ekhaya
Uzobuya nini oh dali wam?
Mmh ndiyagodola (ndiyagodola)

Khawundixelele mama
Hayi hayi hayi hayi bo
Awundikhumbuli na wena?
Hayi hayi hayi hayi bo
Mna nd'khumbul' ingoma yethu yo yo
Sofa silahlane mna nawe (ndiyagodola)

Khawundibonise mama
Hayi hayi hayi hayi bo
Ndiyilahlephi na lengoma
Hayi hayi hayi hayi bo
Ubusuku bude hayi ukutya akungeni
Sofa silahlane mna nawe (ndiyagodola)