728x90
Ad Space

Click Song Number One - Mono Version

de Miriam Makeba
53 visitas
468x60
Ad Space

Igqira lendlela nguqo ngqothwane
Igqira lendlela (kuthwa) nguqo ngqothwane
Igqira lendlela
Aya nguqo ngqothwane
Igqira lendlela (kuthwa) nguqo ngqothwane

Seleqabele gqi thapha
Aya nguqongqothwane
Selequbole gqi thapha nguqongqothwane
Seleqabele gqi thapha
Aya nguqongqothwane
Selequbole gqi thapha nguqongqothwane

Igqira lendlela
Aya, nguqongqothwane
Igqira lendlela ngutwane nguqongqothwane

Igqira lendlela
Aya, nguqongqothwane
Igqira lendlela ngutwane nguqongqothwane

Sebeqabele gqi thapha
Aya nguqongqothwane
Sebequbule gqi thapha nguqongqothwane

Sebeqabele gqi thapha
Aya nguqongqothwane
Sebequbule gqi thapha nguqongqothwane