Letra de See You Again

de African Sound Therapy Masters
21 visitas

Lee la letra de See You Again de African Sound Therapy Masters en ToLetras. Encuentra letras de canciones, álbumes y más música de African Sound Therapy Masters.

Nkosi sikelel' iAfrika
Maluphakanyisw' uphondo lwayo,
Yizwa imithandazo yethu,
Nkosi sikelela, thina lusapho lwayo.

Morena boloka setjhaba sa heso,
O fedise dintwa la matshwenyeho,
O se boloke, O se boloke setjhaba sa heso,
Setjhaba sa South Afrika - South Afrika.

Uit die blou van onse hemel,
Uit die diepte van ons see,
Oor ons ewige gebergtes,
Waar die kranse antwoord gee,

Sounds the call to come together,
And united we shall stand,
Let us live and strive for freedom,
In South Africa our land

Yihla Moya, Yihla Moya,
Yihla Moya Oyingcwele

Sikelela iNkosi zetu;
Zimkumbule umDali wazo;
Zimoyike zezimhlonele,
Azisikelele.

Sikelel' amadod' esizwe,
Sikelela kwa nomlisela
Ulitwal'ilizwe ngomonde,
Uwusikelele.